ISAZISO ESINGXAMISEKILEYO ESISUKA KWASASSA
Inkqubo yokufaka isicelo segranti ye R350 yokuba umntu engaphangeli seyiqalile ukusebenza ngoMvulo umhla we 11 Meyi 2020. Bonke abemi boMzantsi Afrika abafanelekayo, bakhuthazwa ukuba bafake isicelo izicelo zabo
Nazi iindlela ezi-3 onokukhetha kuzo ukufaka isicelo sakho,nceda ukhethe leyo ilula kuwe:
Indlela yo-1 Kwifoni yakho cofa ngoluhlobo: *134*7737# Wandule ucofe iqhosha olusebenzisa xa ufona
Indlela yesi-2 sebenzisa le nombolo uthumele uWhatsApp kuyo: WhatsApp 0820468553
Indlela ye-3 Thumela I imeyile kule dilesi : SRD@Sassa.gov.za
Ukuze ufumane inkcukacha ezongezelelkileyo nceda uye kule linki yewebsite: https://bit.ly/2yUzKCj